company logo

Atrium's Whistleblowing Facility

Nikela Ingxelo Ngesiganeko
Nikela Ingxelo Ngesiganeko

Le nkqubo yenza kube lula ukunikela ingxelo ngesiganeko esimayela nemiba yasemsebenzini enjengeenkxalabo zemali nobalo mali, ukuphathwa gadalala, ubusela, ukusebenzisa kakubi iziyobisi neemeko ezingakhuselekanga.

Cofa iqhosha elingezantsi ukuze uqalise ingxelo yakho yaye siza kukubuza imibuzo embalwa malunga nesiganeko.

Qalisa
Check Status
Hlola Imo

Ungahlola imo yengxelo yakho okanye umbuzo usebenzisa inombolo yokungena nephaswedi oyiyile ngoxa ubufaka ingxelo okanye umbuzo.

Sifowunele

Ukuba ukhetha ukuthetha nomntu bucala, sifowunele yaye omnye wabameli bethu angakuvuyela ukukunceda.

Call 0 808 189 1053

Ukuba ufowunela inombolo yehlabathi khetha indawo ohlala kuyo ngokusuka kuluhlu olungezantsi ukuze ufumane inombolo yokufowuna eyabelwe ilizwe lakho. Ukuba ilizwe lakho alikho kuluhlu cofa apha ukuze ufumane imiyalelo eyongezelelekileyo.



Nceda uphawule ukuba le ayiyonkonzo yongxamiseko. Qhagamshelana nabaphathi basekuhlaleni ukuba lo mba uphakathi kokufa nokuphila.

FAQs
Q. Who can use Atrium’s Whistleblowing Facility?
A: All employees (permanent or fixed term) and anyone associated with Atrium worldwide are encouraged to use the facility to report concerns about suspected wrongdoing. The facility supports over 200 languages.

Q. What type of concerns should I report?
Anything that you believe to be illegal, corrupt, or are in violation of our Business Principles & Ethics which you do not feel comfortable reporting via internal channels... Continue reading...

Message from John Fowle, CEO

Message from John Fowle, CEO

At Atrium we are committed to an open, honest and transparent culture. Atrium must be a safe environment where we all feel encouraged and supported to speak up and raise concerns about actions we feel go against our values, or ethics. We encourage our people to use the established channels to escalate these concerns; however, we understand that there are circumstances where people may not feel comfortable doing so. If such a situation arises, we encourage you, wholeheartedly, to make use of the independent... Continue reading...